Sibonisa isiko lethu ngoluhlobo silubona ngalo - Documenting our culture through our eyes.
Tuesday, 25 November 2014
DiBlaas - New Men.
People come up to us an ask us what certain things mean and why we've chosen to do what we do and it's sometimes hard to respond without putting the ancient secrets of our culture at risk. The truth of the matter is that as we've embarked on this journey, we're learning a lot about ourselves, our culture and art which was essentially the what we wanted but the overwhelming support from Xhosa people around the country has been amazing. We hope that as you view our page that you too, no matter what culture, religion or race, will be inspired to tell the story of your people in a way that you know best.
Abantu abaninzi bayasi buza ukuba siyenzela ntoni lento kwaye kutheni sikhethe ukubonisa usiko lethu nga le ndlela. Kunzima ukuphendula ngamanye amaxesha kuba asifuni ukufaka izifombo zesiko engcuphekweni. Inyaniso ithi njekuba sihamba kule dlela, sifunda nzulu ngathi singabantu, isiko lethu ne zinto ezinhle ngathi sonke; kwaye ibi yilonto ebesiyifuna ekuqaleni kodwa ukuxhasa kwenu kuyimangaliso enkulu. Siyathemba njengokuba ujonge lento siyenzayo, nawe uyavakalelwa kwaye uyazingca ukuze nawe ukwazi ukqgithisela amava ngesiko lakho.
Monday, 13 October 2014
Friday, 3 October 2014
Ndingum' Xhosa - I am Xhosa.
Indoda ngu mafung' akajiki, kodwa lonto ayithethi ubu zesi libale ukuba singo bani.
A man never looks back but that doesn't mean that he must forget.
Wednesday, 10 September 2014
A week - iVeki.
A few weeks ago it was FNB Art Fair from the 19th to the 24th of August 2014, we had no clue what to do but we definitely want to contribute to the art fair/week in any way we could. After some thought we realised that there's nothing we know better than our culture of the fact that we want to teach people more about because the difference between knowledge and ignorance is the willingness to learn.
Iveki ezim' balwa ezidlulileyo bekukho iFNB Art Fair nge 19th kude kube yi 24th ka August 2014, besingayazi ukuba sifun' ukwenza ntoni kodwa besifuna ukuba nayo isandla kwi nqubo yalo veki. Ekupheleni kwe xesha siye saqonda ukubai ayikho into esiyaz' ngaphezu' kwe siko kwaye sifuna ukufundisa abantu kuze bazo kwazi nzulu ngesi Xhosa, ngoba umahluko ngokwazi noku ngaz'into kuk'funa ik'funda okanye hayi.
Photographer: Blair Macdonald. (http://novembafilms.com/)
Friday, 8 August 2014
Emakhaya - At home pt. 2
Ukugoduka kuza nezinto ezinintsi ngamanye amaxesha, izinti ezintle kakhulu kwaye nethuba loku cola cola amava nentsikelelo zo-makhulu, o-mkhuluwa, nobawo. Ngenene siyazingca ngobu Xhosa bethu.
To go home brings a lot of things at times, things that are really good and a chance to pick up teackings and blessings of grandmothers, older members of the family and ancestors. Really, we are proud of being Xhosa.
Subscribe to:
Posts (Atom)