Monday, 13 October 2014

Friday, 3 October 2014

Ndingum' Xhosa - I am Xhosa.

Indoda ngu mafung' akajiki, kodwa lonto ayithethi ubu zesi libale ukuba singo bani.

A man never looks back but that doesn't mean that he must forget.

Wednesday, 10 September 2014

A week - iVeki.

A few weeks ago it was FNB Art Fair from the 19th to the 24th of August 2014, we had no clue what to do but we definitely want to contribute to the art fair/week in any way we could. After some thought we realised that there's nothing we know better than our culture of the fact that we want to teach people more about because the difference between knowledge and ignorance is the willingness to learn.

Iveki ezim' balwa ezidlulileyo bekukho iFNB Art Fair  nge 19th kude kube yi 24th ka August 2014, besingayazi ukuba sifun' ukwenza ntoni kodwa besifuna ukuba nayo isandla kwi nqubo yalo veki. Ekupheleni kwe xesha siye saqonda ukubai ayikho into esiyaz' ngaphezu' kwe siko kwaye sifuna ukufundisa abantu kuze bazo kwazi nzulu ngesi Xhosa, ngoba umahluko ngokwazi noku ngaz'into kuk'funa ik'funda okanye hayi.

Photographer: Blair Macdonald. (http://novembafilms.com/)

Friday, 8 August 2014

Emakhaya - At home pt. 2

Ukugoduka kuza nezinto ezinintsi ngamanye amaxesha, izinti ezintle kakhulu kwaye nethuba loku cola cola amava nentsikelelo zo-makhulu, o-mkhuluwa, nobawo. Ngenene siyazingca ngobu Xhosa bethu.

To go home brings a lot of things at times, things that are really good and a chance to pick up teackings and blessings of grandmothers, older members of the family and ancestors. Really, we are proud of being Xhosa.

Friday, 25 July 2014

Emakhaya - At home pt. 1