Thursday 15 May 2014

Inkumbuzo - Remembrance.



Ekuhambeni kwexesha sinokuzi khumbuza ngentonga esazifumana endleleni yobudoda. Siralela ukufundisa abantu ngabantu bethu, maXhosa, kuze sonke sikwazi ukudibana nje ngabantu basem' zantsi Africa. Enkos' ku bhut' Trevor Stuurman ngothatha esimfanekiso.

In time we usually remind ourselves about the lessons learnt on the road to manhood. We wish to teach people certain elements of the Xhosa culture so that we can all live together in harmony as South Africans. Thank you to brother Trevor Stuurman for taking this picture.

Photographer: Trevor Stuurman (http://stuurmanstylediary.tumblr.com/)

Sunday 11 May 2014

Indlela - The Road.


Abantu abaninzi bacinga ukuba indlela yobudoda iphela xa ubuya esutwini, kodwa indlela isandu qala.


A lot of people think that the road to manhood ends when you come back from initiation school, but it's only beginning.


Photographer: Patrick Matloga.


Friday 9 May 2014

Sidibene - Together.




Ekuhambeni kwexesha sifunda ngesiko nangathi singabantu. Kuhle ukwazi abantu bayafuna ukufunda ngesiko lethu.

As time goes by we learn more about our culture and ourselves. It's beautiful to know that people actually want to learn about our culture.

Photographer: Natalia Ndlovu.

Friday 2 May 2014

Ekuqaleni - In the beginning.


Sasihleli siz'buza ukuba abantu bazoyeka nini ukuthiya into bengayazi. Saqond' ukuba kungcono ukuzama ukufundisa abantu ngathi nangama siko akwa Xhosa.

We always wondered why people always labeled and judged things. So we decided to rather teach people about ourselves and the Xhosa culture.

Photographer: Unam Ntantala.