Wednesday 23 September 2015

Izinto ezo ooBawo - Things of our forefathers.



We have worked around bringing our culture to the city for many months but nothing we did ever felt right and deserving enough to display because we wanted more out of  ourselves and more out of this experience. Starting to work as a brand and finding new sources of inspiration around us that contributed to the story has been the hardest challenge yet because we want to keep a lot of the culture intact while still trying to appeal to a wider audience. Which is why we worked hard around this concept of bringing "Amakrwala" to the city and making people realise that our cultures should still be preserved no matter where we go.

Kwezi nyanga zigqithileyo besisebenza nzima sizama iindlela esingazisa ngayo isiko lethu ezidolophini ukuze sibonise abantu ubuhle bemvelaphi yethu. Kuye kwanzima ukufezekisa lonqweno kuba yonke into ebesiyenza ibingabonisi kakuhle ubunzulu nobuhle bembali yesiko lethu lwesiXhosa. Eyona nto eyeyanzma kakhulu ibikuzama ukufumana iindlela esinga dibanisa ngayo izinto esizifunde edolophini nezinto zesiko lethu, ngaphezulu konke oko sifuna ukubonisa isiko lethu kubantu bangaphandle koba silitshintshe. Ukuze sifezekise iminqweno yethu sizimisele ukusebenza ngokuzinikela kwaye nanzima ukubonisa abantu ukuba isiko alilahlwa kwaye line ndima eliyidlalayo ezimpilweni zethu nokuba sibaphi, siyephi nha.

Photographer: Siphesihle Mmusane.