Saturday 7 March 2015

Abombhi - Miners.



The question about where suits in our culture come from has been a question asked many times. The reality is that it's still a fairly new concept because when our first kings became men, there weren't suits to display that they were but their acts and works within their communities were enough. Our forefathers used to leave home in search of work in mining areas such as Carltonville and would return wearing suits that represented being able to stand on their on feet and provide for their families.

Umbuzo wokuba umgaxelo usukaphi kwi siko lethu, ngu mbuzo ebekudala ubuzwa. Yinto entsha le kuba oobawo be bengena zinto ezithile ukubonisa isidima sokuba bangamadoda, kodwa ngezinto zabo ezilallini umntu ebekwazi ukungqina ubudoda bakhe. oobawo bebesuka ekhayeni bekhangela umsebenzi kwii ndawo zokombha ezifana nase Carltonville, babuye begaxele. Lonto ibibonisa ukwazi ukuzimela noku nakakela usapho lwakho. 

Photographer: Siphesihle Mmusane.